Iindaba

Another appearance on Carte Blanche
IKlinikhi ivele kwinkqubo kamabona-kude iCarte Blanche ngomhla wesi-2 kuAgasti. U-Stephan van der Merwe uye wacelwa ukuba axele ngokuthe vetshe inzuzo kunye nemiceli-mngeni yenkqubo yokwaluleka ngamtyala eMzantsi Africa.

German-South African Lawyers Association supports Stellenbosch University Law Clinic
I-German-South African Lawyers Association (GSLA) (Deutsch-Südafrikanische Juristenvereinigung) yenze umnikelo(donation) omkhulu Kwi Klinikhi yezomthetho kwiYunivesithi yaseStellenbosch.

ESTA Training
NgoLwesine, umhla we-3 kuDisemba 2020, igqwetha uNikita Roode ibambe iseshoni yokufundisa ye-ESTA kumalungu we Witzenberg Water for Justice Coalition eBella Vista.

Clinic Spearheading Eviction Work
Nettie Welcome, umhlali we-ESTA kanye nowayesuka kuba yiklayenti yeKliniki yezoMthetho yaseYunivesithi yaseStellenbosch, eseyinxalenye yeSebe lezoMthetho, wandwendwela iKliniki ngenjongo zokufumana uncedo lwezomthetho kumba wokukhutshwa endlini. I-Kliniki yayiyi sisibheno sakhe sokugqibela: ” Sahlala kumnyama kwaye singenamanzi ixesha elingange nyanga ezintathu. Ukuba iKliniki ibingasincedanga, ngesasiphoselwe esitalatweni. Siyabulela kakhulu ngenkonzo noncedo esilunikwe yiKliniki. Sibulela kakhulu! ” Ngokufanayo, Nicolas Simen Grobbelaar, umhlali we-PIE kanye nowasuka ukuba yiklayenti yeKliniki, wayeludinga kakhulu uncedo lwezomthetho kumba wakhe we-PIE: “Kwakhona, ndiyabulela ngoncedo lwenu novelwano malunga nalo mba…akuvamanga ukufumana umntu ono velwano kunye nobulungisa…Bendingenza ntoni ngaphandle kwenu? Ndiyabulela ngokususa umthwalo emagxeni am .”

Update: US Law Clinic & others / National Credit Regulator & others
Ngomhla we-13 Disemba 2019, iNkundla ePhakamileyo yaseNtshona Koloni yakhupha isigqibo esibalulekileyo esixhasa abafake izicelo, esithe saba nefuthe lokuba zonke iimali (kuquka neendleko zomthetho) eziqokelelayo nxamnye nomtyali-mali ngexesha lokungahlawuleli, zithintelwe kwimali yamatyala aselugqithiseni ngexesha lokusilela ekuhlawuleni. Omnye wabaphenduli, iBayport, ucele imvume yokuphikisa esi sigqibo. Ikliniki inikele izixhobo zayo ezininzi ekumiliseleni isenzo sebakala elizayo (class action) ukuze kuqhutyekiswe imiqathango yesigqibo senkundla. Okwangoku, siqhuba iingxoxo neqela lethu lezomthetho ukuze siqwalasele ukhetho lwethu ngokubhekiselele kwisibheno.

Update: US Law Clinic / Lifestyle Legal
The hearing regarding parts A (interim relief) and B (class action certification) of the relief sought by the SU Law Clinic in its litigation against Lifestyle Direct Group International (Pty) Ltd and others has been postponed to 21-22 April 2020.

Groundbreaking victory for the poor
In a massive victory against the continued unscrupulous exploitation of debtors, the Western Cape High Court has found in favour of the Stellenbosch University Law Clinic, Summit Financial Partners and 10 of their clients on all counts in the long awaited ‘in duplum’ judgment.

Law Clinic recognition and awards during 2019
Ngexesha lika-2019, iKliniki yafumana lama wonga kunye nezimbasa zilandelayo…

STELLENBOSCH UNIVERSITY LAW CLINIC LAUNCHES SIGNIFICANT PUBLIC INTEREST CLASS ACTION
An application was filed with the Western Cape High Court on 13 September 2019 in which the Stellenbosch University Law Clinic and 8 of their clients are instituting a class action lawsuit on behalf of thousands of defrauded consumers.

Ikliniki yeDyunivesithi iyazingca
Umzuzu wokuzingca ngeKliniki yoMthetho weSU:
yamkelwa njengeZiko loNyaka leeNgcali zoMthetho zaseMzantsi Afrika kunye neZiko loNyaka lezoBulungisa kwezeNtlalo laseMzantsi Afrika kumaBhaso oNyaka eeNgcali zoMthetho weHlabathi wowama-2019.