Iindaba

Hasselt Internship

I-Clinic ibisingathe iqela labafundi baseHasselt kwinkqubo yezifundo zokuziqhelanisa ezihlala iiveki ezi-5. Aba bafundi baye baxhamla kulwazi oluthe vetshe malunga nenkqubo ye-Clinic, umthetho waseMzantsi Afrika, kunye nokuqonda imeko yezobulungisa kwezentlalo.

Collaborations with the Black Stash

I-Black Sash kunye neStellenbosch University Law Clinic baye baququzelela icandelo elijolise kwityala, ikhredithi, kunye namalungelo abathengi kwiSikolo seDullah Omar seParalegalism sonyaka wesithandathu.

Children’s Rights Project

Siyabulela kwi-Legal Aid South Africa ngokuqinisekisa ukuba siyakwazi ukwenza iprojekthi yamalungelo abantwana kwizikolo zamabanga aphantsi kuluntu lwethu lwasekhaya.

Impact Matters

Isicelo esenziwe yi-Lifestyle Direct Group International kunye nabanye.

Supreme Court of Appeal Confirms Security of Tenure of Elderly Female and Her Mentally Disabled Son

On 14 July 2021, the Supreme Court of Appeal, following a twelve-year legal battle, delivered judgment in favour of the Stellenbosch University Law Clinic’s 84-year-old client, Ms Clara Phillips, and her mentally disabled son.

Western Cape High Court Certifies SU Law Clinic Class Action

Ngomhla we-21 Julayi 2021, iNkundla ePhakamileyo yaseNtshona Koloni yavuma isicelo seKliniki yezoMthetho yaseStellensbosch University sokubamba ityala njengeqela, apho iKliniki kunye nabathengi abasibhozo becela imvume yokumisa ityala leqela egameni lamawaka abathengi abakhohlisiweyo.

Update: SU Law Clinic / Lifestyle Legal
Update: SU Law Clinic / Lifestyle Legal
Siyavuya ukuqinisekisa ukuba ityala sele labelwe iJaji, nethe yacela ixesha elongezelelweyo lokuphonononga amaxwebhu amaninzi enkundla.
The Clinic’s 2020 Media Coverage – In A Nutshell!

Ngonyaka ka-2020, iKliniki yezoMthetho yaseYunivesithi yaseStellenbosch yafumana ugubungelo olubanzi kumajelo eendaba. Ngokusekwe kububanzi bolu gubungelo luchaziweyo, ixabiso le-AVE (advertising value equivalency) elipheleleyo lokuvezwa kweKliniki yezoMthetho kumajelo eendaba lalilikhulu ngaphezulu kwe-R4 yezigidi*.

Stephan van der Merwe
Teaching Excellence

UStephan van der Merwe weKliniki wabelane ngamava akhe okufundisa njengomnini-sikhumbuzo osandul’ ukunikwa iMbasa yeStellenbosch University Teaching Excellence, kubathathi-nxaxheba beNkqubo yePredac kwifakhalthi yezoMthetho.

New Submissions Made and Accepted

I-Klinikhi yezomthetho yenze iziphakamiso ezibanzi malunga notshintsho olucetywayo kuMthetho 5 weMigqaliselo yeeNkundla zikaMantyi (Magistrates’ Court Rule 5), ophathelele kwizaziso zenkundla (summons).