ESTA Training

NgoLwesine, umhla we-3 kuDisemba 2020, igqwetha uNikita Roode ibambe iseshoni yokufundisa ye-ESTA kumalungu we Witzenberg Water for Justice Coalition eBella Vista. Le seshoni ibichotshelwe ngamalungu angama-25 eCoalition, kwaye wagxininisa kumalungelo okuhlala ase fama ngoko mthetho omosiweyo i- Extension of Security of Tenure Act, 62 of 1997. UNksz Roode wayekhatshwe nguBetsie Vlok.

Ubukho be‑NFO

ngenyanga kwiKliniki yoMthetho yaseYunivesithi iStellenboschpresence at Stellenbosch University Law Clinic
IKlinikhi yezoMthetho yeDyunivesithi yaseStellenbosch yamkela uNozikhalazo wezeMali weSizwe – ubukho bakhe rhoqo ngenyanga obenzelwe ukuqinisekisa ubulungisa kwezemali kunye nokuphucula ufikelelo kwiinkonzo zokusonjululwa kwezikhalazo.