Singanceda!
Singoobani
IKliniki yoMthetho, ese-18-24 Crozier Street eStellenbosch, izibophelela kumbono, umnqophiso/indlela yokwenza, kunye nezinto esizixabisileyo:

Umbono
- Abahlali oluxhotyuswe ngokomthetho olunesakhono sokumela amalungelo alo njengeziqu okanye uluntu luphela.
- Abo baphumelele izifundo zomthetho abaqeqeshwe ngokusemthethweni bekwenzona ndawo ziphezulu ngokuphathelele kwingqesho yabo; kunye
- noluntu loMzantsi Afrika ngokubanzi olwaziswe ngoxanduva lwalo kwezobulungisa nezentlalo.

Injongo
Ukufezekisa umbono wethu iKliniki yomthetho, ngamaphulo entsebenziswano okanye ezinye iindlela, inika iingcebiso zobungcali kunye nokumelwa kumatyala aqhelekileyo kuluntu olufanele ukufumana uncedo lwezomthetho e-Stellenbosch nakwiindawo ezingqongileyo kwaye kwaye sinikezela ngemfundo yozomthetho, kubandakanya nemfundo ye-Clinical Education kumagqwetha asaqeqeshwayo, abafundi bezomthetho abakunyaka wokugqibela kunye namalungu noluntu, kuquka nabo bahluphekayo nababekade bejongelwa phantsi.

Izinto esizixabisileyo
IKliniki yezoMthetho ilindele bonke abaqeshwa bayo bagcine imilinganiselo esisiseko yentlangano ekuphatheni amamelwa, ogxa babo, nabo basebenzisana nabo:
- nemvakalelo.
- ukungabi namfihlo; ukunyaniseka kunye nokubamba isidima.
- intlonipho.
APHO SIFUMANEKA KHONA
Stellenbosch
Ceres
Worcester
Bishop Lavis
Iindaba
Iphulo lokujongana nokubolekisa ngemali ngokungakhathali kunye nokuba netyala phezukwamanye eMzantsi Afrika
INDLUNDE – uOdwa Nweba, iGcisa lezoMthetho kwiKlinikhi yoMthetho yeDyunivesithi yaseStellenbosch kunye nomnye wabaSebenzi bengxelo. Ukusukela ngeminyaka yoo-1990, abemi boMzantsi Afrika...
EJOHANNESBURG-KuFikelela kwiVeki yoBulungisa ukusuka ngomhla we-19 ukuya kowama-23 ku-Agasti wama-2024
Sixoxa ngefuthe leenkonzo zomthetho zoluntu kunye nokubaluleka kokuvolontiya ekuboneleleni ngokufikelela kubulungisa kunye noNikita Stander, igqwetha kwiKliniki yoMthetho...
Uqeqesho Lwabafundi
Ukususela ngomhla we-15 ukuya kowe-19 kaJulayi kunye nowe-25 ukuya kowama-29 kuNovemba ka-2024, iNkqubo yokuSebenza ngeKheli yeKliniki inike abafundi ithuba lokuzicwilisela...
Social Impact
I-SULC Ihlonitshwe ngeMbasa yeMpembelelo kuLuntu yaseStellenbosch University
Ngomhla we-23 Meyi 2024, iLaw Clinic yanikezelwa ngeMbasa yeMpembelelo kuLuntu...
Intetho yokuQalisa yobuNgcali
IKliniki ibhiyozele ngokuzingca isifundo sokusungulwa kweNtloko yethu, uProf Theo Broodryk, ngomhla we-9 kuTshazimpuzi ka-2024.
I-SULC Ibisingathe Uprofesa Riette Du Plessis
Ngomhla we-4 Matshi 2024, i-SULC ibe nethuba elikhethekileyo lokusingatha uProfesa Riette du Plessis ovela kwiYunivesithi yaseWitwatersrand eLaw Clinic. UProfesa du...
Class action by Stellenbosch University Law Clinic set to go ahead
The Stellenbosch University Law Clinic is set to continue its class action to have a Bellville-based loan application operation shut...
Ukufikelela kubulungisa eMzantsi Afrika: ilungelo lomntu wonke; indawo engafikelelekiyo kwabaninzi
Umbhali Theo Broodryk
28 KweyoKwindla 2023
Workshops, Training, Conferences, and Other Initiatives
Ngomhla wama-26 kuMatshi ka-2022, iKlinikhi yathatha inxaxheba kwiNgxoxo yoLuntu ye-National Prosecuting Authority (NPA) malunga noMthetho woLondolozo, uMthetho 99 ka-1998, ebanjelwe...