German-South African Lawyers Association supports Stellenbosch University Law Clinic

German-South African Lawyers Association supports Stellenbosch University Law Clinic

I-German-South African Lawyers Association (GSLA) (Deutsch-Südafrikanische Juristenvereinigung) yenze umnikelo(donation) omkhulu Kwi Klinikhi yezomthetho kwiYunivesithi yaseStellenbosch. I-ngxenye ye-Donation ye-GSLA izakuhlawula iindleko zefenitsha entsha yendawo yokulinda kweklayenti, iTV ezokusetyenziselwa ukuqeqesha kunye nokomeleza iiklayenti nabafundi bezomthetho, iilaptop ezimbini, umthombo wombane ongaphazamisekiyo, kunye nezinye izinto ezininzi.

I-GSLA ngumbutho ovulelwe wonke amagqwetha anomdla kumthetho wase Mzantsi Afrika nase Jamani. Ujoliselwe ebantwini abanomdla kumthetho wase Mzantsi Afrika kwizifundo zabo okanye emsebenzini.

I-Klinikhi ibulela kakhulu kuRaphael van de Sand (LL.M. (Stellenbosch)) kunye ne-GSLA ngeminikelo yabo, kunye nokuxhaswa kweKlinikhi. Lo mnikelo uya kuba luncedo kakhulu ukuqhuba iinkonzo zasimahla, ezisezingeni eluntwini, abantu abahlupheka nabacinezelekileyo ekuhlaleni.

Ukufumana ulwazi oluthe vetshe nge-GSLA, nceda uvakashele iwebsite yabo kwi-www.dsjv.org.